{"product_id":"9781415210871","title":"Inkwenkwezi efihlakeleyo","description":"\"Uninakhulu kaNolitye oneshumi elinanye lerninyaka ubudala wayedla ngokuthi: wathint'abafazi, wathint'imbokodo. Akufumana ilitye elinobugqi uNolitye kwizitalato ezimthwaqusi sazePhola arnazwi kaninakhulu alandela intetha engenye. Ekunye nabahlobo bakhe ababini — UBheki ofekethisiweyo, noMaglasana olilungu eliguqukileyo leqela labaPhithikezi elikhokhelwa nguNelIie Qaqadekileyo — uNolitye usebenzisa amandla elitye ngendlela elungileyo: kokokuqala aba bathathu bezimela futhi bazilwele kubaPhithikezi; uNolitye usindisa ubomi bukaRex, inkokheli yeqela lezinia zaselokishini ezithethayo; andule ukubaligagu aionge ngqo emehlweni uMaMtonga onenyoka ephilayo embala umdaka naluhlaza ayixwaye entanyeni. Kodwa ngokukhawulezd uNolitye ufumanisa ukuba ilitye elimbala umsobo-nazuba elinobugqi lelinye lamatye amahlanu adingekayo ukulungisa izinto ezathi zahamba gwenxa mhla uyise wathi wasweleka kwingozi yasemgodini ngelixa yena wayeneminyaka emihlanu ubudala. Okanye loo nto wayixelelwayo ngunina.\" -- Publisher's description.","brand":"BOOKSITE","offers":[{"title":"Default Title","offer_id":44032905117811,"sku":"9781415210871","price":304.0,"currency_code":"ZAR","in_stock":true}],"thumbnail_url":"\/\/cdn.shopify.com\/s\/files\/1\/2291\/7991\/files\/614W7EDHQDL._SY466.jpg?v=1761546759","url":"https:\/\/www.readerswarehouse.shop\/products\/9781415210871","provider":"Readers Warehouse","version":"1.0","type":"link"}